ukumtyelela
Xa iqela IeBONA Iikhe lachitha imini kunye nemvumi uAndile Gaesiwe, lifumene ngaphezu kwebelikulindele
sam esipheleleyo,
uncume watsho
uAndile Gaesiwe enxibe igawuni yakhe, uwola uLandile Shembe Ka Ngcingca - othando Iwabo noBrenda Fassie luphetshethwe sisivunguvane lusandul' ukubaselwa.
Sitshintshe amacebo ethu ukuze le mini siyichithe hayi nemvumi kuphela kodwa nesibini - kuba bafana nentlaka nexolo. Kuyacaca ukuba uthando lwabo luya luvelisa iziqhamo ezihle kuba sibabone besangana izihlando ezingama-35
Sifumene ifuthe kuAndile
sibatyelele ebudeni bale mini. Oku sisizathu sokuba uAndile angabikho kwindawo ahlala kuyo eJabulani eSoweto okanye eMarlbarton ekunye nonina kodwa emzini wakhe omhle eNoordwyk . Eqwalasela indlela ekuxokozelwa ngayo ngaye noLandile mvanje uAndile akanazintloni ngothando
lwabo. Phofu bobabini bathetha phandle xa kusiziwa kwimiba yobuqu.
Ngaba niza kundifota xa ndibhafa ? Ubuzile xa ebezenzela iherbal tea yakhe kwanekofu yethu. Uhlekile sakuphendula ukuba oko yinxalenye yomsebenzi wakhe buqu
Ndicinga ukuba le yinxalenye ekufuneka siyitsibe sichaze ukuba uAndile akabhafi , uqhule watsho. sithe akusixelela ukuba utata wasekhay' apha uLandile ubhafa ndawonye nam, sakhetha ukuba singabi sathatha foto .
UAndiIe odlamkileyo ungene eqongeni lomculo kweli ngenxa
nokumele siwufote .
BONA XHOSA -  March 2000 59

Sifumene ifuthe kuAndile
yengoma engumxholo nayicule yedwa kwicwecwe elithi Abuti Yo. Ngaphandle kwesiphiwo anaso sokucula nokudanisa eli nenekazi liminyaka engama-26 linentliziyo entle nomzimba omhle.Oku asikuphela kwezinto anazo uAndile. Uthethe kakuhte ngabakucebayo - ishishini yena nezinye iindwalutho abalisekayo
nelibizwa ngokuthi yiWorld Cup 2005 Bid Versus Crime . lnjongo yeli phulo kukuchaza iingxaki ezinzima njengoIwaphulo mthetho nezixabileyo ukuze uMzantsi Afrika ukwazi ukuwongwa yiFIFA ukuze ube yindawo ekuza kudlalelwa kuyo ngamazwe ngamazwe eminyakeni ezayo.
Ndiliqalise kuba kukho abantu abangaqondi ukuba eli linge akulilo elebhola ekhatywayo kuphela. Wonk' umntu uyabandakanyeka, ucacise watsho.
Ukuzuza iNdebe yeHlabathi kuya kuthetha lukhulu kuMzantsi Afrika kodwa ulwaphulomthetho lufana nameva ezithendeni. Ukungaqeshwa kuyenye yeembangi eziphambili zolwaphulo-mthetho, sijolise ekudaleni imisebenzi emininzi.
Ukufika kukaLandile egumbini lokupheka kube ngumqondiso wokuba uAndile makaye kubhafa , eli
thuba silisebenzise ekubuzeni lo mfo ngemeko yakhe noBrenda . Uthethe ngamajelo eendaba kakhulu esithi ebemnqakula emnqakule.
Akukho nto engako endinokuyibika kungenjalo ndobe ndikhuphisana noMongameli Thabo Mbeki ngezona ndaba ziphambili uphendule watsho esongeza esithi yena noAndile bakhe baxhathisa abafuna ukudlan' iindlebe namajelo
	eendaba ukuze ibali labo	zomthetho.	 Silandele emva kweemoto
	Iipapashwe. Nakuba ezinye	  Ngoku kufike ixesha lokuba	kaLandile eyenziwe eKorea iKia
	izibakala ezidizwe kumba wakhe	uAndile aye ejimini . Xa yena	Sportage I6V 2.0 -  siza kukhe
	noFassie zibangele ababhali	noLandile bethatha iiselula zabo	simbuyise uAndile ethubeni kuba
	beentsomi babhale	siphawule ukuba bayafana.	uLandile bekufuneka aye
	okuthakazelisayo kodwa sigqibe	  Oku kwenzeke kakuhle.	kwindibano yezamashishini.
	ekubeni sirhoxe singabi	Kubonisa ukuba sinako esifana	  UAndile ebebila esoma
	samngcambazisa xa uLandile esithi	ngako. Nkqu namagama ethu	kwiAmerican Health and Sports
	ungazibhaqa sekufuneka uhlawule	aphantse ayelelane! uzingise	Gym nekuthiwa ikuphela kwekhoyo
	isityhwentywe semali kwiinkundla	watsho uAndile.	kweli evula ama-24 yeeyure ngemini.
